Текст Nathi – Imibuzo
Текст:
Uyenza b’hlung’ intliziyo yam
Undenza ndizibuz’ imibuzo
Ngeliny’ ixesha sthandwa sam
Kuba ngathi awulbon’ uthando lwam
Ndiba ngazama, awubon’ umzamo wam
Kodwa xa ndingekho phambi kwakho
Uyayazi kuba njani na
Kuba xa ungekho phambi kwam
Ndiyayazi kuba njani kum
Uyenza b’hlung’ intliziyo yam
Undenza ndizibuz’ imibuzo
Uyenza b’hlung’ intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku
Usakhumbul’ uba
Kukh’ izithembiso esazenzayo
Phambi komfundisi nabantu
Kuba wawuthe uzawuba nami
Noba kunjan
Ebuhleni nasebubini
Ndiyamangala xa izaba nguwe lo
Ofun’ uhamba
Ufun’ uthath’ intozakh’ ugoduke
Ndiyamangala xa izawuba nguwe lo
Ufun’ ugoduka
Ngenxa yoba ndingenamali
Uyenza b’hlung’ intliziyo yam
Undenza ndizibuz’ imibuzo
Uyenza b’hlung’ intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku
Yeyani?
x2
Lemibuzo ndinayo ngawe
Yeyani, yeyani na?
Kutheni ndizibuza le mibuzo
Uyenza b’hlung’ intliziyo yam
Undenza ndizibuz’ imibuzo
Uyenza b’hlung’ intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku
x2